Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRamsgate

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Cronulla
Izulu emhlabeni eCronulla! Phila njengomntu wasekuhlaleni
20 Jun – 18 Jul
Yi$1 611 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kyle Bay
1BR self ziqulethe iflethi+imbono 湾景小筑
13 Mat – 10 Epr
Yi$2 817 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cronulla
Iyunithi ethe cwaka elungiswe kakuhle eCronulla.
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 553 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kogarah
I-Monterey Guest Studio Kufuphi Nezibhedlele/Isikhululo Seenqwelo-moya/Ulwandle
7 Epr – 5 Mey
Yi$2 765 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.