Iindawo Zokurenta Inyanga eRamsgate Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Cronulla
Izulu emhlabeni eCronulla! Phila njengomntu wasekuhlaleni
9 Jun – 7 Jul
Yi$1 489 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kogarah
I-Monterey Guest Studio Kufuphi Nezibhedlele/Isikhululo Seenqwelo-moya/Ulwandle
29 Epr – 27 Mey
Yi$2 749 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cronulla
Iyunithi ethe cwaka elungiswe kakuhle eCronulla.
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 537 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hurstville
Iflethi ye-2BR: Jonga, 2 Indawo yokupaka yasimahla, ipuli, ijimu, i-Netflix
9 Jan – 6 Feb
Yi$3 101 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRamsgate Beach

Coles Ramsgatebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ramsgate RSL Memorial Clubbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Omeros On The Beachbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.