Iindawo Zokurenta Inyanga eRanchland No. 66

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Crowsnest Pass
Indlu Esemaphandleni Enkulu- indawo epholileyo enendawo yokubasa umlilo
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 530 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Crowsnest Pass
Indlu yamaplanga entle
11 Epr – 9 Mey
Yi$2 236 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Crowsnest Pass
I-Gnome Home Guesthouse (ngoku ilungele izilwanyana zasekhaya!)
17 Mat – 14 Epr
Yi$1 967 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Crowsnest Pass
The Mountain House
19 Mey – 18 Jun
Yi$2 249 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.