Iindawo Zokurenta Inyanga eRansom Canyon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Buffalo Springs
Qesha indlu yamaplanga eBuffalo Springs Lake
20 Dis – 17 Jan
Yi$2 055 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lubbock
Indlu Encinci
Yi$1 465 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-288
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lubbock
I-Halsey House IneBhari yeHolo
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 892 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lubbock
ILubbock Executive - iibhloko ezivela eTexas Tech
4 Mat – 1 Epr
Yi$2 458 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.