Iindawo Zokurenta Inyanga eRedding

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Redding
Undwendwe lwabucala ngenyangaIkhaya w/ Ikhitshi Nokuhlamba Iimpahla
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 218 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Redding
I-Master Suite w/Indawo yokungena yabucala kunye ne-Patio
10 Jan – 7 Feb
Yi$941 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Redding
I-Luxury Getaway Studio★ Cal King BD★By Bethel ★Thula
1–29 Jul
Yi$2 117 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Redding
“Get Above It” in this 1940’s Comfy Downtown Home
5 Okt – 2 Nov
Yi$2 571 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRedding

Mt Shasta Mallbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Win-River Resort & Casinobayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bethel Church Reddingbayi 93 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercy Medical Center Reddingbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
In-N-Out Burgerbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.