Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRegensburg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Regensburg
Ukuhlala kwindawo ephambili
30 Sep – 28 Okt
Yi$2 509 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Regensburg
I-Old City Apartment Regensburg
25 Jul – 22 Aga
Yi$2 059 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Regensburg
iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo eneyadi
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 150 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Regensburg
I-Red Kaen
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 479 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRegensburg

Regensburg Arcadenbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Old Stone Bridge yase-Regensburgbayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bismarckplatzbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Donau Einkaufszentrumbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IKathidrali yaseSt Peterbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thurn und Taxisbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.