Iindawo Zokurenta Inyanga eRincon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rincon
I-Casa Mia 2, istudiyo esithandekayo nesangoku
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 587 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rincón
Ikhaya lakho elicocekileyo nelitofotofo lasePuntas
16 Aga – 13 Sep
Yi$1 965 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-289
ISuperhost
Indlu e-Rincón
Peaceful Ocean View with bamboo yoga deck
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 939 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rincon
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esendulini enoxolo kufutshane nolwandle
20 Jan – 17 Feb
Yi$2 577 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRincon

Villa Cofresí Hotel & Restaurant (Rincon de la Villa .Inc)bayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rincon Of The Seas Grand Caribbean Hotelbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harbor Restaurantbayi 163 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Econobayi 203 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ricomini Bakerybayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rincón Beer Companybayi 172 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.