Iindawo Zokurenta Inyanga eRobeson Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mohnton
Igumbi Eliphantsi Nendawo Yokuhlamba Enedekhi Yabucala
7 Sep – 5 Okt
Yi$1 387 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-323
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Reading
Ikhitshi Lasehlotyeni
26 Jan – 23 Feb
Yi$2 109 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Richland
Indlu 🌿 Encinci Eneendwendwe Zasedolophini 🌿
21 Mat – 18 Epr
Yi$1 510 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Birdsboro
I-Riverside Loft - 1BR phezulu loft w/amadada asekuhlaleni
3–31 Jul
Yi$3 048 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRobeson Township

Walmart Supercenterbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stampede Barbecuebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Weaver's Orchard Incbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Planet Fitnessbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scott's Exeter Car Wash & Auto Lubebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Birdsboro Climbing Quarrybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.