Iindawo Zokurenta Inyanga eRobinson Crusoe Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Waterloo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esedolophini Kwisakhiwo Es
22 Epr – 20 Mey
Yi$884 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cedar Falls
Indlu esemaphandleni
31 Mat – 28 Epr
Yi$1 433 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-224
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Cedar Falls
Indlu yobugcisa, enamagumbi okulala amabini!
4 Okt – 1 Nov
Yi$1 512 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
ISuperhost
I-loft e-Waterloo
Ii-loft eSteely Block Dwntwn Wloo 2.0
28 Nov – 26 Dis
Yi$2 597 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.