Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRobinson Crusoe Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bluemont
I-Skyhorse Retreat Guest House
3 Sep – 1 Okt
Yi$2 315 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-303
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bluemont
Indlu Endala Yesikolo e-High Meadows Estate
20 Nov – 18 Dis
Yi$3 116 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bluemont
Indlu Esemaphandleni YaseFransi eHigh Meadows Estate
2–30 Jan
Yi$2 821 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-194
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Upperville
Indlu esemaphandleni kwi-Pantherskin Creek - e-Upperville
16 Jun – 14 Jul
Yi$3 826 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.