Iindawo Zokurenta Inyanga eRoc de Courlande

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Le Mont-Dore
Iflethi okanye indlu ekwicomplex T2 36mwagen kufutshane neziko 3* indawo yokupaka yabucala
18 Aga – 15 Sep
Yi$1 505 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chastreix
Iflethi 6 pers Station Chastreix-Sancy
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 603 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-84
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mont-Dore
BEL APPARTEMENT 4 PERS AU PIED DU MASSIF DU SANCY
29 Dis – 26 Jan
Yi$1 021 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Chastreix
Indlu esemaphandleni entle esentliziyweni yeSancy - Gerbaudie Ouest
6 Epr – 4 Mey
Yi$3 267 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-89

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.