Iindawo Zokurenta Inyanga eRoccalbegna

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Catabbio
I-Casa Agave: Phola, i-ebhayisekile, i-spa, indalo eMaremma!
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 323 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
ISuperhost
Indlu e-Catabbio
Indlu esemaphandleni iLa Meria
16 Feb – 16 Mat
Yi$1 195 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bagnore
I-La Casa del Valle
1–29 Jul
Yi$1 737 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Montemerano
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enembali iPalazzo Carli
14 Feb – 14 Mat
Yi$2 751 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-286

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRoccalbegna

Trattoria 'La Posta'bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Monte Labbrobayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Trattoria Pizzeria La Grotta Di Lorenzoni Luciabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.