Iindawo Zokurenta Inyanga eRoccatederighi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Roccatederighi
Iholide kwifama yakudala, eBelvedere
3 Nov – 1 Dis
Yi$3 220 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Roccatederighi
I-Casale Il Diaccio ejonge eTuscan Maremma
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 071 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Montemassi
Capezzuolo 33
16 Sep – 14 Okt
Yi$1 727 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Roccatederighi
Villa Casale "Il Diaccio" con vista sulla Maremma
28 Nov – 26 Dis
Yi$7 556 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRoccatederighi

Da Nada Locanda Toscanabayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar Trattoria Il Corsobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Garumbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.