Iindawo Zokurenta Inyanga eRocha

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Isla Marina
I-LA REINA MORA CARIBBEAN SEA ISLAND INDLU YEHOLIDE
22 Epr – 20 Mey
Yi$4 105 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Isla Barú
I-Paz Natural Piscina Playa Y Arbol
2–30 Jul
Yi$6 149 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cartagena
La Chulita un sitio de descanso
26 Mat – 23 Epr
Yi$390 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Tierra Bomba Island
Indlu Ekhethekileyo Yolwandle Ephambi kolwandle eTierra Bomba
3–31 Mey
Yi$2 830 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Colombia
  3. Bolivar
  4. Rocha
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga