Iindawo Zokurenta Inyanga eRochelle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Barboursville
IHaven Enqwenelwayo - eBarboursville, VA
28 Jun – 26 Jul
Yi$1 979 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Rochelle
I-Blue Ridge Bungalow~Mountain View~Hiking~Fireplace
3 Jun – 1 Jul
Yi$6 043 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Stanardsville
Indlu Yamaplanga eseMul Springs
19 Epr – 17 Mey
Yi$1 814 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-227
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Charlottesville
Igumbi Elihle Kakhulu
17 Jun – 15 Jul
Yi$1 314 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.