Iindawo Zokurenta Inyanga eRochford

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Riddells Creek
Indawo epholileyo neyabucala
16 Okt – 13 Nov
Yi$1 378 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-280
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Mount Macedon
Iholide Yehlathi Leentaba Ezilishumi elinesibini
1–29 Jul
Yi$2 096 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-369
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Cobaw
I-Makedon Ranges - Fellcroft Farmstay - Wren
16 Aga – 13 Sep
Yi$3 432 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mt Macedon
IMt Macedon indlu esemaphandleni enomtsalane
25 Sep – 23 Okt
Yi$2 487 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.