Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRocky Peak

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-ELos Angeles
I-Stoney POINT SUITE yonke pl 1BD/1BTH/IKHITHI/W&D/spa
5 Aga – 4 Sep
Yi$3 562 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Simi Valley
Ukubonwa Kweentaba eSimi Valley...Akukho Mali Yokucoca!
26 Jul – 23 Aga
Yi$2 760 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-771
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-ELos Angeles
Indawo yokuhlala ecocekileyo
28 Mat – 27 Epr
Yi$2 142 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Ikharaveni e-ELos Angeles
I-Hilltop Airstream Retreat kunye Neendawo Ezintle
28 Okt – 27 Nov
Yi$1 770 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-366

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.