Iindawo Zokurenta Inyanga eRocky Point

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Haleiwa
Indlu Esemaphandleni Enomtsalane YaseV-Land Beach *AC/Step2Beach *
7 Okt – 4 Nov
Yi$4 069 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
ISuperhost
Indlu engasemva e-Haleiwa
Indlu enevaranda elangeni, Indlu Enevaranda Enkulu
7 Mat – 6 Epr
Yi$3 899 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Haleiwa
Isitudiyo esihle ngaphesheya kolwandle
5 Jul – 4 Aga
Yi$4 259 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Haleiwa
Indawo entle yokuphumla emva kosuku olungaselwandle ukuya kutsho kwiintsuku eziyi-30
13 Jan – 12 Feb
Yi$3 065 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-85

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.