Iindawo Zokurenta Inyanga eRocques

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lisieux
Indlu esedolophini kufutshane nesikhululo
16 Nov – 14 Dis
Yi$1 663 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-296
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lisieux
🍀"Ingelosi 's🍀 Nest" embindini wesixeko/i-basilica
2–30 Epr
Yi$1 566 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Norolles
Indlu enkulu 2/3 pers -5mn Lisieux- 20mn Deauville
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 929 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lisieux
Charmant 32 m2 dans maison historique/centre ville
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 200 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Normandy
  4. Calvados
  5. Rocques
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga