Iindawo Zokurenta Inyanga eRotorua

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Rotorua
Intaba yeBhayisekile
27 Jun – 25 Jul
Yi$1 190 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rotorua
Iflethi okanye indlu ekwicomplex, eRotorua
8 Aga – 5 Sep
Yi$1 695 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-979
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ngongotaha Valley
Idyllic Rotorua Haven: Kōtare Cottage
6 Jul – 3 Aga
Yi$1 650 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-301
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Rotorua
Indlu esemaphandleni ecocekileyo neqoqoshiweyo - ukufikelela ichibi, ukujonga iintaba
Yi$2 530 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-250

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRotorua

Redwoods Treewalkbayi 150 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Polynesian Spabayi 131 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Redwoods - I-Whakarewarewa Forestbayi 117 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kuirau Parkbayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skyline Rotoruabayi 198 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Rotorua Thermal Holiday Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.