Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Amand

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Aubusson
I-Nest of La Terrade
6 Jan – 3 Feb
Yi$866 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Néoux
Indlu kwilali entle
29 Jan – 26 Feb
Yi$840 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Médard-la-Rochette
Indlu yamatye kwilali yabantu abayi-2
19 Nov – 17 Dis
Yi$1 060 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-271
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Saint-Médard-la-Rochette
Indlu esemaphandleni enegadi evalekileyo
12 Feb – 12 Mat
Yi$1 347 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.