Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-André-lez-Lille

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Madeleine
La Halte Lilloise Studio cosy aux portes de Lille
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 362 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Saint-André-lez-Lille
Maison contemporaine aux portes de lille
24 Jun – 22 Jul
Yi$3 128 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-André-lez-Lille
The house on the square
6 Okt – 3 Nov
Yi$2 049 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Saint-André-lez-Lille
"Le cosy de Lille"
2–30 Sep
Yi$2 465 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-André-lez-Lille

Carrefour Marketbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brique House Taproombayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
O'tera Saint-Andrébayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SAM & LIEbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Dancingbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le bistrot du canon d'orbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.