Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Aubin-des-Préaux

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Aubin-des-Préaux
Indlu ebiyelweyo "LA Boulangerie"
7 Okt – 4 Nov
Yi$1 407 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Champeaux
La petite enseigne - Chez Hélène
19 Sep – 17 Okt
Yi$1 248 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-st jean des champs
I-La Cour du Bourg
10 Sep – 8 Okt
Yi$1 682 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-359
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Champeaux
I-Little Hzar
11 Dis – 8 Jan
Yi$1 477 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.