Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Bohaire

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-La Chapelle-Vendômoise
indlu enomtsalane abantu abayi-6 kwilali eneevenkile
3–31 Jan
Yi$1 614 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Blois
I-Studio entle kufuphi nesikhululo sikaloliwe, edolophini eBlois
5 Jan – 2 Feb
Yi$1 017 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-291
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Sulpice-de-Pommeray
Indawo yokuhlala encinci oziphekelayo kuyo
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 123 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-252
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Sulpice-de-Pommeray
indawo yokusebenzela
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 419 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.