Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Bonnet-Avalouze

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ladignac-sur-Rondelles
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga ezimeleyo (10 km Tulle)
28 Jan – 25 Feb
Yi$957 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-274
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tulle
Iflethi okanye indlu ekwindawo enembali yaseTulle
29 Aga – 26 Sep
Yi$1 310 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
ISuperhost
Indlu engasemva e-Laguenne
I-Studio le Saule
4 Dis – 1 Jan
Yi$855 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-281
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tulle
I-1BD epholileyo esentliziyweni yeTulle
3 Nov – 1 Dis
Yi$936 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.