Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Charles

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Saint Charles
Indlu yePatio, efihlakeleyo kwintliziyo ye-Main Street
18 Jan – 15 Feb
Yi$2 677 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Charles
I-Ella Rose Guest Suite kwi-Old St Charles enembali
27 Mat – 24 Epr
Yi$2 837 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-249
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint Charles
Iyunithi yomgangatho ophezulu yembali
15 Jul – 14 Aga
Yi$2 769 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint Charles
I-Bright & Cozygun 1 Block ukusuka kwi-DT Yembali.
19 Sep – 17 Okt
Yi$3 664 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint Charles

Ameristar Casino Resort Spa St. Charlesbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Family Arenabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
St. Charles Convention Centerbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hollywood Casino St. Louisbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dave & Buster'sbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.