Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Christophe-du-Jambet

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Moitron-sur-Sarthe
Indlu esemaphandleni epholileyo ejikelezwe yindalo
18 Sep – 16 Okt
Yi$1 438 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Saint-Jean-d'Assé
I-P 't Loft kwiFarmhouse imizuzu eyi-25 ukusuka eLe Mans
19 Dis – 16 Jan
Yi$561 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fresnay-sur-Sarthe
istudiyo esinendawo yokupaka yabucala Fresnay sur Sarthe
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 511 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Teillé
I-La Grange
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 827 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.