Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Martinville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indawo yokuhlala e-Saint Martinville
Icawa eSt. Martinville
21 Aga – 18 Sep
Yi$2 680 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-373
ISuperhost
Indlu e-Breaux Bridge
Istudiyo esitofotofo esinendawo yakho yokungena
10 Jan – 7 Feb
Yi$1 044 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-New Iberia
Indlu esemaphandleni enamagumbi okulala ayi-1 eTeche!
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 930 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
ISuperhost
Indlu e-New Iberia
I-Wifi ekhawulezayo & Kufuphi Kuyo Yonke into - The Berry Best
27 Epr – 25 Mey
Yi$2 413 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint Martinville

St. John Restaurantbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Longfellow Evangeline State Historic Sitebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Evangeline Oakbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.