Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Meinrad

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Huntingburg
Indlu Esemaphandleni Engaselwandle Ukuloba, Ukunyuka Intaba, Ukuphumla
3–31 Okt
Yi$1 404 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Huntingburg
Ichibi elithandekayo leLoft, Ukunyuka Intaba, Amahlathi, Ukuphumla
21 Dis – 18 Jan
Yi$1 424 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Maceo
I-Hattie 's Hill Cottage
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 525 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Ferdinand
I-Wilmes Farmhouse
9 Epr – 7 Mey
Yi$6 034 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.