Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSan Luis Potosi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lomas 4ta Sección
I-Malvasia Suites (Malvasia Suite)
29 Nov – 27 Dis
Yi$740 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Luis Potosí
Loft cobre en excelente ubicación
24 Aga – 21 Sep
Yi$1 198 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-San Luis Potosí
Iloft entle "Vive" embindini weSan Luis
12 Sep – 10 Okt
Yi$986 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-San Luis Potosí
I-Deaartamento Centro San Lus Potosi
18 Jul – 15 Aga
Yi$793 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSan Luis Potosi

Plaza ye-Tangamangabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke ye-Tangamanga Ibayi 135 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Muñozbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke ye-Tangamangabayi 123 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Fiestabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Casa de la Arracherabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.