Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSan Pedro de Atacama

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-San Pedro de Atacama
I-La Yakana - Casa Ronda de adobe ngokwakho
3–31 Jan
Yi$1 445 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-San Pedro de Atacama
I-Cabañas 2 Rio Pacsar
23 Dis – 20 Jan
Yi$1 527 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro de Atacama
I-Mini departamento cleidy 2
9 Okt – 6 Nov
Yi$788 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-San Pedro de Atacama
I-Cabaña La Marca
9 Nov – 7 Dis
Yi$1 324 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSan Pedro de Atacama

Mal de Punabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iglesia de San Pedro de Atacamabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adobebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barrosbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Picada Del Indiobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Franchuteriabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.