Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSandown

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Isle of Wight
Indawo yokuhlala engasetyenziswayo ecaleni kololiwe osebenzayo
1–29 Nov
Yi$1 563 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Isle of Wight
1, I-Melville Street
30 Sep – 28 Okt
Yi$3 242 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Isle of Wight
I-Sunburst
18 Epr – 16 Mey
Yi$1 785 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Isle of Wight
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga entle evulekileyo. Ukuhamba kancinci ukuya elunxwem
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 899 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSandown

Isibhede saseSandownbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isiqithi saseDinosaurbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Reefbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Bandstand Restaurantbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caulkheadsbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
DRIFTWOOD BEACH BARbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.