Iindawo Zokurenta Inyanga eSandplace

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lostwithiel
IHighgate Farm Nr Creekside Village Lerryn
30 Aga – 27 Sep
Yi$1 778 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Millendreath
Indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-2 aneeflethi okanye izindlu ezik
27 Dis – 24 Jan
Yi$2 301 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-233
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seaton
Ulwandle/ilizwe elihle elijonge edongeni
13 Feb – 13 Mat
Yi$2 095 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-385
ISuperhost
Indlu e-Cornwall
Beautiful Spacious Cottage Moments From Coast
16 Mat – 13 Epr
Yi$6 664 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.