Iindawo Zokurenta Inyanga eSang-myeon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Uijeongbu-si
{미드 센추리}#호텔급칭찬#NETFLIX#감성stay#의정부힙플, 나만 알고싶은 곳
27 Jul – 24 Aga
Yi$779 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Uijeongbu 3(sam)-dong, Euijeongbu
『Clean』의정부역 도보거리 쾌적한 신축 복층숙소(Near to subway) 단기임대
14 Aga – 11 Sep
Yi$1 084 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Namyangju-si, Gyeonggi-do
Ukuhlala okucothayo nokukhanyayo, indlu encinci ehlala intsapho enye e-Ohdongjae
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 400 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gapyeong-gun
꼭대기집 (1층)
19 Mey – 16 Jun
Yi$1 252 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSang-myeon

Isityalo saseMinibayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chungnyungsan Natural Recreation Forestbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
가평사계절썰매장bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.