Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSankt Sigmund im Sellrain

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Huben, Austria
Iflethi encinci entle embindini we-Ötztal
22 Mey – 19 Jun
Yi$994 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Telfs, Austria
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eseMösern eneendawo ezintle onokuzibona.
23 Okt – 20 Nov
Yi$3 358 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
ISuperhost
Iflethi e-Völs, Austria
iflethi entle enendawo yokupaka esimahla nebhalkhoni
13 Sep – 13 Okt
Yi$1 681 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Innsbruck, Austria
Indawo yokuhlala engasetyenziswayo
31 Okt – 28 Nov
Yi$1 647 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.