Iindawo Zokurenta Inyanga eSanoor

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Isiqithi e-Udupi
I-Riverside; Apho Ixesha limi khona!!!
4 Sep – 2 Okt
Yi$1 566 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
ISuperhost
Indlu e-Udupi
I-Jaya Homestay(Ibhaliswe phantsi kwe-KSTDC) kunye nekhitshi
19 Mey – 16 Jun
Yi$603 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
ISuperhost
Iflethi e-Udupi
Iikota ezitofotofo
17 Epr – 15 Mey
Yi$713 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Karkala
Ikhaya elikude nekhaya- indlu enamagumbi okulala ayi-3 eKarkala
27 Mey – 24 Jun
Yi$993 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Karnataka
  4. Sanoor
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga