Iindawo Zokurenta Inyanga eSant Pere de Ribes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sitges
I-Macabeo Apt Old Town Sitges
16 Okt – 13 Nov
Yi$1 712 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Segur Calafell
I-WIFI ENTLE ENGABHATALELWAYO
20 Nov – 18 Dis
Yi$1 281 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sitges, Barcelona
I-Sea View Sitges! I-Penthouse, 2 iithala zelanga zabucala
14 Nov – 12 Dis
Yi$3 139 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sant Pere de Ribes
Apartamento Mamurri
13 Nov – 11 Dis
Yi$1 335 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSant Pere de Ribes

Espai Blaubayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Gauchitobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante L' Anxanetabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cabaler Cafèbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Secreto de Ribesbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Trattobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.