Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Barbara Downtown

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Santa Barbara
Ibhedi etofotofo/Iveranda yabucala/Iveranda/Ikhuselekile/Umsi
2–30 Mey
Yi$2 117 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-190
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Santa Barbara
Indlu Yeendwendwe Epholileyo Kufuphi neSB Mission
30 Epr – 30 Mey
Yi$2 765 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Santa Barbara
Sunrise at Sunset( (30 day minimum)
6 Jan – 5 Feb
Yi$2 976 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Santa Barbara
Private Guest House Near Downtown Santa Barbara
24 Epr – 24 Mey
Yi$4 091 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSanta Barbara Downtown

Paseo Nuevobayi 112 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Santa Barbarabayi 183 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Santa Barbara Museum of Artbayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nordstrom Paseo Nuevo in Santa Barbarabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Granada Theatrebayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McConnell's Fine Ice Creamsbayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.