Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Caterina Villarmosa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Roccella
I-Masseria del Paradiso
4 Jan – 1 Feb
Yi$923 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Villaggio Mosè
Prettyand Confortable Apartament eSan Leone
25 Jan – 22 Feb
Yi$492 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Cefalu'
Indawo yokuphola kwindalo kufutshane nolwandle nesitovu
6 Jan – 3 Feb
Yi$1 081 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Cefalù
Indlu engaselwandle 1
1–29 Nov
Yi$3 437 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-222

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.