Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Domenica Vittoria

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Giardini-Naxos
Elunxwemeni - indlu kaMari - IWIFI
19 Jan – 16 Feb
Yi$1 403 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Randazzo
I-Etnaflat Randazzo di Antonella e Arturo
22 Mat – 19 Epr
Yi$1 511 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-60
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Marco D'alunzio
I-Balcone Crimaldi - iflethi enendawo yokubuka ulwandle
10 Mey – 7 Jun
Yi$813 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Castiglione di Sicilia
I-Etna-EcoruralSuite efakwe kwimidiliya
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 105 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.