Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Maria

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Santa Maria
Istudiyo Esikufutshane Nezinto Ezinomtsalane
13 Epr – 11 Mey
Yi$2 478 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Oceano
Iholide yaselwandle-WIFI, Beach-Spa -Trails - Ikhitshi
Yi$1 287 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Orcutt
Comfy, independent 1 bedroom guest suite in Orcutt
1–29 Epr
Yi$2 945 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Arroyo Grande
Secluded wine country retreat, full kitchen
9 Nov – 7 Dis
Yi$2 472 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSanta Maria

Waller Parkbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Santa Maria Innbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Santa Maria Town Centerbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marian Regional Medical Centerbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chick-fil-A Enos Ranchbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.