Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Maria da Feira

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Macieira de Cambra
ICabanelas Country House iCasa do Afonso
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 498 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Caldas de São Jorge
Amabali eenkuni - Indalo Getaway (kufuphi ne-Thermal Spa)
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 591 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lobão
I-Ribeiro Bridge Apartment
22 Sep – 20 Okt
Yi$1 837 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu eyenziwe ngomhlaba e-São Félix da Marinha
Igumbi lokulala elinegumbi lokuhlambela labucala ne-wifi
23 Sep – 21 Okt
Yi$785 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-86

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSanta Maria da Feira

Europarque - Cidade dos Eventosbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Castle ye-Santa Maria da Feirabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ukuphila Kwezikhathi Zangasese eTerra de Santa Mariabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taberna do Xistobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Amandiusbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SideWays Irish Pubbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.