Iindawo Zokurenta Inyanga eSantiago de Cuba

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago de Cuba
I-Casa Tita
13 Okt – 10 Nov
Yi$520 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Igumbi nesidlo sakusasa e-Santiago de Cuba
I-CASA Centro Lacret
27 Mey – 24 Jun
Yi$332 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-79
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Santiago de Cuba
I-Joglar House 1
20 Aga – 17 Sep
Yi$437 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41
Ithandwa zindwendwe
Igumbi nesidlo sakusasa e-Santiago de Cuba
Casa Leonel (Habitacion 2)
29 Aga – 26 Sep
Yi$302 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSantiago de Cuba

Céspedes Parkbayi 127 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de Martebayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Meliá Santiago de Cubabayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IBEROSTAR Casa Grandabayi 89 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cuartel de Moncadabayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de Doloresbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.