Iindawo Zokurenta Inyanga eSantiago de Querétaro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Santiago de Querétaro
I-Hermosa suite ks
28 Okt – 25 Nov
Yi$555 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Santiago de Querétaro
I-Luna Loft 104! I-Querétaro Historic Centre, AC
22 Epr – 20 Mey
Yi$836 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago de Querétaro
Loft - Studio con amplia terraza
9 Mat – 6 Epr
Yi$718 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Santiago de Querétaro
Igumbi elikufutshane neengqamelo
23 Okt – 20 Nov
Yi$382 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSantiago de Querétaro

I-Center ye-Antea Lifestylebayi 176 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alameda Hidalgobayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Boulevaresbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parque Querétaro 2000bayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Puerta La Victoriabayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre ye-Conference ye-Querétarobayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.