Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSantos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santos
Ukuhlaziywa,unxweme, iGonzaga Beach.
1 Jun – 1 Jul
Yi$742 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santos
Iflethi. Gqibezela ecaleni KWESANTOS Beach - BOQUEIRÃO
28 Mat – 25 Epr
Yi$590 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santos
50m ukusuka elunxwemeni/indawo enkulu/Pompeii/Santos
6 Epr – 4 Mey
Yi$961 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-José Menino
Isitudiyo sale mihla kwiflethi okanye indlu ekwicomplex enesanti
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 084 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Brazil
  3. São Paulo
  4. Santos
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga