Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSelfoss

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Selfoss
Indlu engasemva etofotofo eyi-20sqm kufuphi ne-Selfoss
26 Jan – 23 Feb
Yi$2 080 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hella
Indlu engasemva e-Midholl
14 Okt – 11 Nov
Yi$2 138 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-IS
I-Strýta Apartment 2
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 639 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Selfoss
I-Hulduheimar - indlu ephakathi kwemithi (HG-14576)
10 Feb – 10 Mat
Yi$3 239 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSelfoss

Kaffi Krúsbayi 75 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Krónanbayi 81 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bónus & Hagkaupbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tryggvaskálibayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotel Selfoss & SPAbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pylsuvagninnbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.