Iindawo Zokurenta Inyanga eSkopje

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Skopje
Umasipala weFlethi okanye indlu ekwicomplex.- phambi kweH
22 Jan – 19 Feb
Yi$529 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Skopje
Iflethi Entsha Neziko Elifudumeleyo | Isikhululo Esiluhlaza
5 Jul – 2 Aga
Yi$692 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-329
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Skopje
BEST Deal for Long, Medium & Short stays*400m Bus*
4 Jul – 1 Aga
Yi$635 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Skopje
Ukuzola i-pastel Centre, inxalenye yeBohemian
29 Jun – 27 Jul
Yi$558 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-91

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSkopje

Isakhiwo Sethembileyobayi 98 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skopje City Mallbayi 116 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphondo lomhlababayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Skopje Zoobayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pelisterbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Macedonia Squarebayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.