Iindawo Zokurenta Inyanga eSorrento

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sorrento
I-Casa Mirea
27 Nov – 25 Dis
Yi$3 607 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-219
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sorrento
Indlu YaseMarinella
4 Feb – 4 Mat
Yi$2 900 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sorrento
Ixesha Elibekiweyo
25 Jan – 22 Feb
Yi$2 184 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-248
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sorrento
I-La Conca dei Sogni
3–31 Jan
Yi$5 638 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSorrento

Piazza Tassobayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Porto ye-Sorrentobayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marina Grandebayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Villa Comunalebayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chiostro di San Francescobayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Villa Fiorentinobayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.