Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSousse

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sousse
Wamkelekile Ekhaya
24 Aga – 21 Sep
Yi$1 412 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-sousse
I-El houch Monsters (ngokuqhelekileyo yaseTunisia)
30 Jun – 28 Jul
Yi$2 106 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sousse
iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwindawo ephakathi esixekweni
19 Dis – 16 Jan
Yi$616 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sousse
S+2 entliziyweni yeSousse kwaye ikufutshane nayo yonke into!
16 Mat – 13 Epr
Yi$1 042 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSousse

Mövenpick Resort & Marine Spa Soussebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Slim Centrebayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Monaco Hôtel & Thalassobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Soula Centerbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Café Mio Mondobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grande Mosquée de Soussebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.