Iindawo Zokurenta Inyanga eSouth Bend

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-South Bend
Isitudiyo esincinci sakudala - iiblokho eziyi-3 ukuya kwiSibhedlele seSikh
12 Dis – 9 Jan
Yi$836 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-South Bend
I-Davios tailgate suite
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 469 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mishawaka
Ipulazi Lokubuyiselwa - Ukuphila Okulula Nokuzinzi
1 Feb – 1 Mat
Yi$2 069 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-South Bend
I-South Bend ebuyiselwe ngokupheleleyo Indlu Esemaphandleni Eyakhiwe ngo-1912
29 Jan – 26 Feb
Yi$1 947 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSouth Bend

Four Winds Casino South Bendbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
University of Notre Damebayi 173 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Potawatomi Zoobayi 90 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eddy Street Commonsbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South Bend International Airportbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Four Winds Fieldbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.